Eyokuqala ka‐Samyali 20:42
Eyokuqala ka‐Samyali 20:42 XHO1902A
Wayesiti u‐Jonatane ku‐Davide: Hamba ngoxolo: ngokokuba sifungile sobabini egameni likayehova, sisiti: Uyehovamakabe pakati kwam nawe, napakati kwenzalo yam nenzalo yako, kude kube ngunapakade! Waselesuka wemka; wati u‐Jonatane wangena esixekweni.

