Eyokuqala ka‐Samyali 7:3

Eyokuqala ka‐Samyali 7:3 XHO1902A

Waza u‐Samyali wateta kuyo yonke indlu ka‐Sirayeli, esiti: Ukuba niyabuyela KUYEHOVA ngayo yonke intliziyo yenu, kwelelisani otixo basemzini pakati kwenu, no‐Hashetorete, nibekise intliziyo yenu KUYEHOVA, nimkonze yena yedwa; waeya kunihlangula esandleni sama‐Filistiya.