Malunga nelixesha langomso ndiya kutuma kuwe indoda yasezweni lakwa‐Benjamine, oya kuyitambisa ibe yinkosi pezu kwabantu bam o‐Sirayeli, ukuze isindise abantu bam esandleni sama‐Filistiya: ngokuba ndibonile abantu bam; ngokuba ukukala kwabo kufikile kum.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala ka‐Samyali 9:16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo