Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:4

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:4 XHO1902A

koko njengokuba sibukiwe NGUTIXO ukuba siyipatiswe ivangeli, siteta kwa njalo; kungengokufuna ukukolisa abantu, kungokufuna ukukolisa UTIXO, ozilingayo intliziyo zetu.