Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:17

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:17 XHO1902A

Abazityebi kwelilizwe lakaloku nje bayalele ukuba bangaqanqalazi, bangatembi ebutyebini obungenakuqina kanjako, bati batembe KUTIXO ohleliyo, osinikayo ngobuninzi zonke izinto kudliwe ukuyola ngazo