Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:18-19

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi ku‐Timote 6:18-19 XHO1902A

ukuba benze ngobubele, batyebe emisebenzini elungileyo, banxamele ukwahlulahlula, batande ukwabela; beziqwebela umsekelo olungileyo bekangela ixesha elizayo, ukuze babambe ubomi obungunapakade.