Eyesibini yezikronike 30:9
Eyesibini yezikronike 30:9 XHO1902A
Ngokuba, xeshekweni nibuyela kuyehova, abazalwana benu nabantwana benu baya kufumana ububele ebusweni babo babatimbileyo, bade babuye beze kwelilizwe: ngokuba uyehova, utixo wenu, enofefe, enobubele, ongayi kunqanda ubuso kuni, nakubuyela kuye.

