Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15 XHO1902A

Asi yinto yokutelwa nqa kanjalo: ngokuba kwa yena u‐Satane ezenza ngakumbi abe nesimilo sengelosi yokukanya. Asi yinto enkulu ngoko, ukuba abakonzi bake nabo bayazenza ngakumbi babe nesimilo njengabakonzi bobulungisa; abasipelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.