Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:9

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:9 XHO1902A

Yayisiti kum: Ufefe lwam lwanele wena; ngokuba amandla am efezekiswa ebutatakeni. Ngokuvuya kakulu ngoko ndiya kuti ngokukumbi ndiqa̔yise ezilwelweni zam, ukuze amandla ka‐Kristu ahlale pezu kwam