Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:6

Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:6 XHO1902A

Lulo olu ke utando, lwokuba sihambe ngokwemiyalelo yake. Nguwo lo umyalelo: Lwokuba niti, njengokuba benivile kwa sekuqaleni, nihambe kulo.