Eyesibini yokumkani 18:7
Eyesibini yokumkani 18:7 XHO1902A
Waye uyehova ebenaye; apo wapumela kona watamsanqeleka: kanjalo wavukela ngakuye ukumkani we‐Asiriya, waza akamkonza.