Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Eyesibini yokumkani 2:9

Eyesibini yokumkani 2:9 XHO1902A

Kwabekute, bakuba bewelile, wandula wati u‐Elija ku‐Elisha: Cela into endiya kukwenzela yona, ndingekasuswa kuwe. Wayesiti u‐Elisha: Makekubeko isabiwo esipindiweyo somoya wako pezu kwam.