Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

Eyesibini yokumkani 20:1

Eyesibini yokumkani 20:1 XHO1902A

NGALOMIHLA wabesifa u‐Hezekiya wada waza kububa. Wandula weza kuye u‐Yisaya unyana ka‐Amotse, umprofite, wati kuye: Utsho uyehova ukuti: Yolela indlu yako; ngokuba uya kububa wena, akuyi kupila.