Eyesibini yokumkani 20:5
Eyesibini yokumkani 20:5 XHO1902A
Buya, uye uti ku‐Hezekiya inkosi yabantu bam: Utsho uyehova, utixo ka‐Davide uyihlo wako, ukuti: Ndivile umtandazo wako, ndibonile inyembezi zako; bona ke, ndiya kukupilisa: ngomhla wesitatu uya kunyuka uye endlwini kayehova:

