Eyesibini yokumkani 22:20
Eyesibini yokumkani 22:20 XHO1902A
Ngako oko, bona ke, ndiya kukubutela koyihlo bako, wauya kubutelwa encw̔abeni lako ngoxolo; namehlo ako wona akayi kubona lonke ilishwa endiya kulizisa pezu kwalendawo. Baza bamzisela ukumkani impendulo.

