Eyesibini yokumkani 4:2
Eyesibini yokumkani 4:2 XHO1902A
Waye u‐Elisha esiti kuye: Ndiya kukwenzela nto nina? ndixelele ke, unanto nina endlwini? Wati yena: Isicakakazi sako asinanto endlwini, kupela liselwa leoli.