Eyesibini yokumkani 4:7
Eyesibini yokumkani 4:7 XHO1902A
Wandula weza, wayixelela indoda katixo; eyati: Hamba, utengise ngeoli leyo, uhlaule lowo unetyala kuye; uze upile wena nonyana bako ngeseleyo.