Eyesibini yokumkani 5:10
Eyesibini yokumkani 5:10 XHO1902A
Waza u‐Elisha watuma isigidimi kuye, esiti: Hamba uhlambe amaxesha abe sixe̔nxe e‐Yoredane, yaiya kubuya inyama yako ize kuwe, wauya kuhlambuluka.