Eyesibini yokumkani 7:2
Eyesibini yokumkani 7:2 XHO1902A
Laza iduna, owayama ukumkani pezu kwesandla salo, lapendula indoda katixo, lati: Bona ke, uyehova esenza izituba ezulwini nje, ibingabako lento na? Yayisiti: Bona ke, uya kuyibona ngamehlo ako, kodwa akuyi kutya kokwayo.

