UTIXO wam, ilityekazi lam; ndiya kutembela kuye: ikaka lam, nopondo lwosindiswa lwam, ihlati lam, nendawo yokupepela yam, umsindisi wam; uyandisindisa wena ebudlwengwini.
Funda Eyesibini ka‐Samyali 22
Share
Compare All Versions: Eyesibini ka‐Samyali 22:3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos