Kodwa ukumkani wati ku‐Arauna: Hai; koko ndiya kusitenga ngenyaniso kuwe ngenani: ngokuba ndingayi kunikela KUYEHOVA, UTIXO wam, amadini okutshiswa angamelwanga nto. Kwa njalo u‐Davide watenga isibaya sokubula nenkabi ngeshekele zesilivere ezimashumi mahlanu.
Funda Eyesibini ka‐Samyali 24
Share
Compare All Versions: Eyesibini ka‐Samyali 24:24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos