owati efikile nje, nofefe LUKATIXO elubonile, wavuya, wabayala bonke ukuba mabati ngemvume yentliziyo banamatele KWINKOSI. Ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele NGUMOYA OYINGCWELE nalukolo. Saza isihlwele esikulu songezelelwa KWINKOSI.
Funda Izenzo zabapostile 11
Share
Compare All Versions: Izenzo zabapostile 11:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos