yona le yabisiva u‐Paulusi eteta; owabeka amehlo pezu kwayo, waza akubona ukuba inokolo lwokupiliswa, wati ngelizwi elikulu: Suka ume ngenyawo zako upakamile. Yaza yatsiba yahamba.
Funda Izenzo zabapostile 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Izenzo zabapostile 14:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo