Izenzo zabapostile 2:2-4

Izenzo zabapostile 2:2-4 XHO1902A

Kwaza kwavela ngokwalama ezulwini isandi njengesomoya uqutela ngamandla, sazalisa yonke indlu apo babehleli kona. Kwaza kwabonakala kubo ilwimi zanga zezomlilo zizahlulahlula, zahlala ngezinye pezu kwabo bonke ngabanye. Baza bazaliswa kwa bonke NGUMOYA OYINGCWELE, baqala ukuteta ngezinye inteto, njengokuba UMOYA wabebanika ukupimisela.

I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu