Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

U‐Hamose 4:13

U‐Hamose 4:13 XHO1902A

Ngokuba, bona ke, owadala intaba, owenza umoya; oxelayo emntwini into kuyiyo ukucamanga kwake; okwenzayo ukusa kube bubumnyama, onyatelayo pezu kwendawo ezipezulu zomhlaba; NGUYEHOVA, UTIXO wemikosi, igama lake.