Kekaloku u‐Danyeli, akwazi ukuba isiba̔lo sipauliwe, wangena endlwini yake; wati, ifenstile zake zivulekile nje enkambilini yapezulu yake ngecala elingase‐Yerusaleme, waguqa ngamadolo ake katatu ngemini, watandaza, wabulela pambi KWOTIXO wake, njengoko fudula ekwenza.
Funda U‐Danyeli 6
Share
Compare All Versions: U‐Danyeli 6:10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos