KWAKUYA kuti, ukuba uya kukutala ukupulapula ilizwi LIKAYEHOVA, UTIXO wako, lokuba ulumkele ukuyenza yonke imiyalelo yake endikuyalelayo namhla, uya kwandula UYEHOVA, UTIXO wako, akubeke pezulu pezu kwazo zonke intlanga zomhlaba.
Funda I‐Duteronomi 28
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 28:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Videos