I‐Duteronomi 8:5

I‐Duteronomi 8:5 XHO1902A

Uya kwazi kanjalo entliziyweni yako, ukuba, njengokuba umntu emohlwaya unyana wake, UYEHOVA, UTIXO wako, uyohlwaya wena.