Umshumayeli 5:19

Umshumayeli 5:19 XHO1902A

Kanjalo bonke abantu abapiweyo NGUTIXO ubutyebi nendyebo, ukuba ubanikile amandla okudla kuzo, nokutabata isabelwa sabo, nokuvuya emzanyeni wabo, kusisipo SIKATIXO oku.