Umshumayeli 6
6
1KUKO ububi endibubonileyo ngapantsi kwelanga, obunzima pezu kwabantu: 2nanku umntu opiweyo ngutixo ubutyebi, nendyebo, nodumo, ude umpefumlo wake ungasweli luto kuko konke akukanukayo, kanti utixo akamnikanga amandla okudla kuko, koko owasemzini ekudla. Oku kokungendawo nobuhlungu obubi. 3Nakuba umntu ebeya kuzala ikulu labantwana, ahlale iminyaka ibe mininzi, ide ibe yinto enkulu imihla yeminyaka yake, ukuba umpefumlo wake awukoliswa bubuyolo, nokuba kanjalo akanancw̔aba, nditi: Isisu esipumayo silungile pezu kwake. 4Ngokuba sisiza ngokungendawo, simka ngobumnyama, ewe, igama laso ligujungelwa ngobumnyama: 5kanjako ilanga asilibonanga, asilazanga: esi sinokupumla ngapezu kwalowo. 6He, ukuba uyahlala iwaka leminyaka kabini, nobuyolo akabuboni, — abayi endaweni nye bonke na?
7Wonke umzamo womntu ungenxa yomlomo wake, kanti umxe̔lo awuzaliswa noko. 8Ngokuba ilumko linenzuzo yanina ngapezu kwesidenge? lineyanina ihlwempu, elaziyo ukuhamba pambi kwabapilileyo? 9Umbono wamehlo ulungile pezu kwokudungudela kwompefumlo. Oku kokungendawo nokukatazeka kwomoya nako.
10Lonto ebise iko seibizwe ngegama layo kade; kanjalo, kuyaziwa ukuba nguye umntu, nokuba akangepike nalowo umdlulayo ngamandla. 11Kuko indawo ezininzi nje ezikwandisayo okungendawo, unenzuzo yanina umntu? 12Ngokuba ngubanina okwaziyo oko kulungele umntu ekudliweni kwobomi, ngenani lemihla yobomi bake obungendawo, ayidlulisayo njengesitunzi? ngokuba ngubanina ongaxelelayo umntu oko okuya kubako emveni kwake ngapantsi kwelanga?
Currently Selected:
Umshumayeli 6: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: