Kuko okungendawo okwenziwa pezu kwomhlaba: okokuba kuko abalungileyo ekuhla kubo njengokwesenzo sabakohlakeleyo; kanjako, kuko abakohlakeleyo ekuhla kubo njengokwesenzo sabalungileyo. Ndati ukuba oku kokungendawo nako.
Funda Umshumayeli 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Umshumayeli 8:14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo