Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2
2
1NANI nifile nje ngeziposo nangezono, — 2enibe nifudula nihamba kuzo ngokwesiko lelizwe eli, ngokwompati wobukosi basesibakabakeni, womoya osebenzayo kaloku elusatsheni lwokungeva; 3esasite kwa tina sonke safudula sinokuhlala kwetu pakati kwalo ezinkanukweni zenyama yetu, sisenza inqweno zenyama nezenkumbulo, saye sibe singabantwana bomsindo ngemvelo, kwa njengabo nabanye: 4kodwa utixo, etyebile etaṙwini nje, ngenxa yotando lwake olukulu owasitanda ngalo, 5kwa okuya sibe sifile ngeziposo zetu, wasipilisa kunye no‐Kristu, (nisindiswe lufefe,) 6wasivusa kunye naye, wasihlalisa kunye naye kwezasezulwini indawo, ku‐Kristu Yesu; 7ukuze ati emaxesheni azayo abonakalise ubutyebi obudluliseleyo bofefe lwake ebubeleni ngakuti ku‐Kristu Yesu. 8Ngokuba nisindiswe lufefe ngalo ukolo; kungaveli nje oku ngokwenu, kusisipo sikatixo; 9kungengemisebenzi, ukuze kungaqa̔yiswa mntu: 10ngokuba sisisenzwa sake, sidalelwe imisebenzi elungileyo ku‐Kristu Yesu, eyabilungiselelwa pambili ngutixo, ukuze sihambe kuyo.
11Ngako oko kumbulani, ukuba nina fudula ningabaheyideni enyameni nje, e‐kutiwa ningabanokungaluki ngabo kutiwa bangabanokwaluka okwenziwayo ngezandla enyameni, 12ukuba ke ngeloxesha nibe ningenaye u‐Kristu, nahlukene nobuzwe bo‐Sirayeli, ningazani nazo ingcebano zedinga, ningenalo itemba, ningenaye utixo elizweni; 13kodwa kaloku ku‐Kristu Yesu, nina enibe nifudula nikude senizisiwe kufupi ngegazi lika‐Kristu. 14Ngokuba yena eluxolo lwetu, owabenza bobabini babe banye, nodonga lwapakati lwesahlukaniso waluci̔ta, 15ubutshaba ebutshabalalisile nje enyameni yake, kwa umteto wemiyalelo isemimiselweni; ukuze abo babini abadale babe ngumntu omtsha emnye kwa kuye yena, esenza uxolo nje; 16nokuba abaxolisane notixo bobabini emzimbeni mnye ngayo ikuruse, ebubulele ubutshaba nje kwa kuyo: 17waza weza washumayela uxolo kuni enibe nikude, nakubo abo babekufupi: 18kuba ngaye yena sinokungeniswa sobabini ngomoya emnye kuye uyise. 19Ngako ke, anisengabasemzini nabapambukeli, ningabobuzwe bunye kunye nabangcwele, nabendlu katixo, 20nakelwe nje pezu kwokuseka kwabapostile nabaprofite, yena u‐Yesu Kristu ngokwake elilitye eliyintloko yegumbi; 21esiti kuye sonke isakiwo silinganiswa sihlanganiselwa kunye sikule sibe yitempile engcwele enkosini; 22eniti kuyo nani nakiwe kunye nibe yindawo yokuhlala katixo kuye umoya.
Currently Selected:
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: