Ngokuba ukulwa kwetu kungengakuyo inyama negazi, kungakubo abanobupati, ngakubo abanegunya, ngakubo abapatilizwe bobumnyama belilizwe likoyo, ngakubo omoya benkohlakalo kwezasezulwini indawo.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 6:12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo