Kodwa UTIXO wabazekelelisa abantu ngendlela yasentlango yolwandle olubomvu. Lwati usapo luka‐Sirayeli lwenyuka ezweni le‐Jipete luxo̔bile.
Funda I‐Kesodusi 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 13:18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo