I‐Kesodusi 16:8

I‐Kesodusi 16:8 XHO1902A

Wati kanjalo u‐Mosesi: Nxa UYEHOVA aya kunipa ngokuhlwa inyama ukuba nitye, ati kwakusa anipe isonka ukuba nihlute, kwoba ngokuba UYEHOVA evile ukuṙoṙa kwenu eniṙoṙa ngako ngakuye: kekaloku tina siyinto nina? akungakuti ukuṙoṙa kwenu, kungakuye UYEHOVA.