Ngako kaloku, ukuba niya kukutala ukuliva ilizwi lam, nilugcine ucebano lwam, noba yinto enqabileyo kum pezu kwazo zonke intlanga; ngokuba wonke umhlaba ungowam: naniya kuba bubukumkani babaperisite kum, nesizwe esingcwele. Ngawo la amazwi oya kuteta wona elusatsheni luka‐Sirayeli.
Funda I‐Kesodusi 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 19:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo