Mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wako, okukupileyo elizweni le‐Jipete, endlwini yobukoboka. Akuyi kuba nabo otixo bambi ngapandle kwam.
Funda I‐Kesodusi 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 20:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo