Waza UYEHOVA wati ku‐Mosesi: Kaloku uya kubona oko ndiya kukwenza ku‐Faro; ngokuba ngesandla esinamandla eya kubandulula, nangesandla esinamandla eya kubagxota elizweni lake.
Funda I‐Kesodusi 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 6:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo