Wandula u‐Faro wabiza izilumko nezanuse: zaza incibi zase‐Jipete zenje njalo nazo ngento zobugqi bazo. Ngokuba zibe ziposa pantsi ezinye ngezinye intonga zazo, zaza zaba zinyoka; koko isuke intonga ka‐Arone yaginya intonga zazo.
Funda I‐Kesodusi 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 7:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo