U‐Hezekile 3:20
U‐Hezekile 3:20 XHO1902A
Kanjalo, akuguquka olungileyo ekulungeni kwake, enze ubumenemene, ndandule ndibeke isiku̔bekiso pambi kwake, yena uya kufa: ngokuba ungamyalanga, uya kufa esonweni sake, nezenzo zake ezilungileyo azenzileyo, zona azisayi kukunjulwa; negazi lake ndolibiza esandleni sako.

