U‐Hezekile 33:6
U‐Hezekile 33:6 XHO1902A
Naxeshekweni umlindi abona iṙele lisiza, kanti akavuteli ngexilongo, bati abantu bangayalwa; ukuba liyeza iṙele, lisuse omnye wakubo, lowo uyasuswa usetyaleni lake, kodwa igazi lake ndolibiza esandleni somlindi.

