Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:15-16

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 2:15-16 XHO1902A

Tina singama‐Juda ngemvelo, asingaboni bakubaheyideni; kanti sisazi nje ukuba umntu akagwetyelwa ngemisebenzi yomteto, ugwetyelwa ngalo ukolo luka‐Yesu Kristu kupela, sati tina nati sakolwa ku‐Kristu Yesu, ukuze sigwetyelwe ngokolo luka‐Kristu, kungabi ngemisebenzi yomteto; ngenxa yokuba kungayi kugwetyelwa namnye umntu ngemisebenzi yomteto.