Wayesiti UTIXO: Amanzi angapantsi kwezulu makahlanganiselwe endaweni inye, kuze kubonakale okwomileyo. Kwaye kunjalo ke. Wati UTIXO ukutiya okwomileyo, ngumhlaba; wati nokutiya ukuhlanganisana kwamanzi, zilwandle. Waye UTIXO wabona ukuba kulungile.
Funda I‐Genesise 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 1:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo