Kekaloku bona ke, ilizwi LIKAYEHOVA leza kuye, lisiti: Asi nguye lo oya kuba yindlalifa yako; koko lowo oya kupuma kwawako amatumbu, nguye oya kuba yindlalifa yako.
Funda I‐Genesise 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 15:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo