Waye u‐Faro wati ku‐Josefe: Ekubeni UTIXO ekwazisile konke oku, akuko mntu ongangawe ekuqondeni nasekulumkeni. Woba wena upezu kwendlu yam, nangelizwi lako baya kuzilungisa bonke abantu bam; kupela eteroneni ndiya kuba mkulu kuwe.
Funda I‐Genesise 41
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 41:39-40
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo