I‐Genesise 45:8

I‐Genesise 45:8 XHO1902A

Ngako kaloku asi nini abanditumileyo ukuza apa, koko NGUTIXO; owayendenzile uyise ku‐Faro, nenkosi pezu kwayo yonke indlu yake, nompati kulo lonke ilizwe le‐Jipete.