Juda! wena abazalwana bako bokudumisa; isandla sako soba sentanyeni sentshaba zako; baya kuziqubuda pambi kwako onyana boyihlo. U‐Juda ulitole lengonyama; unyukile ekuqwengeni, nyana wam! Watoba, wati butu njengengonyama, nanjengengonyamakazi; ngubanina oya kumvusa?
Funda I‐Genesise 49
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Genesise 49:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo