U‐Habakuke 1:5
U‐Habakuke 1:5 XHO1902A
Bonani pakati kwabaheyideni, nikangele, niti nqa kakulu; ngokuba ndiya kuwenza umsebenzi emihleni yenu, eningayi kukolwa nguwo, noko ushunyayelwayo.