Ngalo ukolo u‐Abele walinikela KUTIXO idini elikulu ngakumbi ngapezu kwo‐Kayine, ekungalo wanqi̔nelwa ukuba ulungile, UTIXO eyinqi̔nela nje iminikelo yake: kanjako kwa ngalo, nakuba efile, usateta.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 11:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo