Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 12:2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 12:2 XHO1902A
sikangela ngakuye oyimbangi nomfezekisi wokolo lwetu, u‐Yesu, owati ngenxa yovuyo olube lubekwa pambi kwake wayinyamezela ikuruse, elidelile ihlazo nje, waza wahlala pantsi ngasekunene kweterone katixo.


